DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

ULUKA 2:4-5

UJosefu ke waphuma kwelaseGalili, kwidolophu iNazarete, waya kwelakwaJuda, kwidolophu kaDavide eyiBhetelehem, kuba wayengowomlibo kaDavide. Wayesiya kubhalisa, enoMariya owayesendela kuye. Yena wayeselekhulelwe.
ULUKA 2:4-5 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Ulodala iintaba, adal' umoya,
ulozityhilayo iinjongo zakhe eluntwini,
ulojik' umsobomvu kuvel' urhatyazo,
ulonyathela imimango ephakamileyo yomhlaba,
nguNdikhoyo uThixo onamandla onke igama lakhe.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Wathi uPetros kubo: “Guqukani ezonweni zenu nonke ngabanye, nibhaptizwe egameni likaYesu Krestu, ukuze nixolelwe izono zenu, nize namkele isipho soMoya oyiNgcwele.”Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela