Bawo, wena akuxakwa nto. Yisuse kum le ntlungu. Noko ke, makungabi kokuthandwa ndim, makube kukuthanda kwakho.

Izihloko ezinxulumeneyo
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
UTata
Bufana nomzali kubantwana ububele...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
USomandla
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngaphezu koko ke, mawethu, musani ukufunga xa nisenza isithembiso; nditsho nangezulu, umhlaba, nangantoni na. Xa nivuma yithini: “Ewe,” nithi: “Hayi,” xa nisala, kube kuphela, ukuze ningabi sesichengeni sokugwetywa.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Hee! Ngani ukuba ndidakumbe kangaka?Ngani ukuba ndikhathazeke kangaka?
Hayi bo! Mandikholose ngoThixo,
khon' ukuze ndibuyele ekumdumiseni uMsindisi noThixo wam.Ivesi elandelayo!