Othe wathetha ilizwi elichasene naye uNyana woLuntu uya kuxolelwa, kodwa othe wathetha elichasene noMoya oyiNgcwele akayi kuxolelwa kweli phakade nakwelizayo.

Izihloko ezinxulumeneyo
uMoya oyiNgcwele
INkosi le ke nguMoya...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ukuba niyazithoba kuye uThixo, uya kuniphakamisa.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba sewucand' emanzini,mna ndiya kuba nawe;
noba sowuwela imilambo,
ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;
nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;
amadangatye akanakukutshisa wena.Ivesi elandelayo!