- Ubeke phi ke umntu ukuxabiseka kunegusha? Ngoko ke kulungile ukwenza inceba ngoMhla wokuPhumla.
- Ke ngoko, ndithi kuni, zonke izono nezinyeliso baya kuzixolelwa abantu, kodwa kona ukunyelisa uMoya oyiNgcwele akuyi kuxolelwa.
- Othe wathetha ilizwi elichasene naye uNyana woLuntu uya kuxolelwa, kodwa othe wathetha elichasene noMoya oyiNgcwele akayi kuxolelwa kweli phakade nakwelizayo.
- Ke, ndithi kuni, ngomhla womgwebo abantu baya kuziphendulela ngelizwi ngalinye eliphuthileyo abathe balithetha.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
uMoya oyiNgcwele
INkosi le ke nguMoya...
iSabatha
Hlala uwukhumbula uMhla wokuPhumla...
Ixabisekile
Kum uxabisekile ke kambe...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndiyakuthanda, Ndikhoyo, mandla am.NguNdikhoyo iliwa lam; nguye inqaba yam; nguye umkhuseli wam.
Xa ndizimele ngoThixo wam ndihlala ndikhuselekile.
Nguye ikhaka lam, nguye ondigcina ndifihlakele.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lufuneni kuNdikhoyo uncedo;mfunen' aph' akhoyo ngawo onke amaxesha.Ivesi elandelayo!
