- Yizani kum, nina nonke nisindwayo, nibulalekayo; ndoniphumza.
- Ngenani edyokhweni yam, nifunde kum, kuba mna ndilulamile, ndingontliziyo ithobekileyo. Nothi ke nizifumanele ukuphumla iintliziyo zenu, kuba idyokhwe yam ayityabuli, nomthwalo wam ulula.
Izihloko ezinxulumeneyo
Phumla
Yizani kum, nina nonke...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Ubuthathaka
Ndanelisekile ke ngoko nokuba...
Ukuthobeka
Nihlale nithobekile ngawo onke...
Ukufunda
Ndokwazisa indlela omawuhambe ngayo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndim umdiliya; nina ningamasebe. Ohlala emanyene nam, ndibe mna ndihleli ndimanyene naye, uya kuvelisa iziqhamo ezininzi. Kaloku aninakwenza nento le nahlukene nam.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo,yaye ke yena uya kuziphumelelisa izicwangciso zakho.Ivesi elandelayo!
