- Eyahlwayelwa endaweni enokhula izekelisa lowo uzivayo iindaba ezi, aze ke amaxhala eli phakade, nokulukuhla kobutyebi, kuziminxe iindaba, kungabikho siqhamo.
- Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nobutyebi obufihlwe entsimini, waza ubani wabubhaqa, wabugqumelela kwakhona, wathi, evuya kakhulu, waya kuthengisa konke anako, wayithenga loo ntsimi.
Izihloko ezinxulumeneyo
ILizwi likaThixo
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya...
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Isilingo
Nasiphi na isilingo esikuhlelayo...
Ukuba nesiqhamo
Hayi ithamsanqa lomntu othembela...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Xa ndandisebunzimeni ndabhenela kuNdikhoyo,waza yena wasabela wandihlangula.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!
