Banoyolo abo batshutshiswayo ngokuba besenza ubulungisa, kuba balawulwa nguThixo bona!

Izihloko ezinxulumeneyo
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Intshutshiso
Kambe intshutshiso yomfikela nawuphi...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Umntu oyinyolukeleyo imali soze imanelise;kanti ke noxhinele ubutyebi akaze aneliswe yingeniso yakhe.
Nale ke into ngamampunge.