- Ekuvile oko uYesu, wathi kubo: “Ugqirha akafuneki nganto kwabaphilileyo, ufuneka kwabagulayo.”
- Khaniye kufunisisa okokuba ithetha ukuthini na le ndawo eziBhalweni ithi: ‘Ndithanda inceba, andithandi mbingelelo.’ Ke mna andizanga kubiza malungisa, ndize kubiza aboni.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Ukuphilisa
Wathi kuye uYesu: “Oo...
Impilo
Ukuba ke uthe wanqula...
Inceba
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku izibele zothando lwakho ziyabugqwesa nobomi,ngoko ndiya kuhlala ndikudumisa.
Ndiya kukubonga lo gama ndisaphilayo;
ndiya kunyukela kuwe ngomthandazo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wena uyinqaba endizifihla kuyo;uyandikhusela xa ndisebunzimeni.
Undirhangqe ngosindiso lwakho;
ngoko ke ndimemelela ndinemincili.Ivesi elandelayo!
