- Ndim isango; othe wangena ngam wosindiswa. Wongena ephuma, atye anele.
- Isela lizele kuphela ukuba libe, lixhele, litshabalalise. Mna ndizele ukuba abantu babe nobomi, obona bupheleleyo.
- Mna ndingumalusi olungileyo. Umalusi olungileyo ubuncamela iigusha zakhe ubomi bakhe.
- Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze zitshabalale, kwaye akukho bani unokuzihlutha kum. Kaloku uBawo ondinike zona unamandla; noko ke akukho bani unokuhlutha nto kuye. Ke mna noBawo sibanye.
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndim umdiliya; nina ningamasebe. Ohlala emanyene nam, ndibe mna ndihleli ndimanyene naye, uya kuvelisa iziqhamo ezininzi. Kaloku aninakwenza nento le nahlukene nam.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mbonge uNdikhoyo, moya wam!Mandimbonge uNdikhoyo ngomxhelo wam wonke!Ivesi elandelayo!
