Akuba eyimfimfithile iwayini uYesu wathi: “Kugqityiwe.”
Wee qubudu intloko, waphuma umphefumlo.
Wee qubudu intloko, waphuma umphefumlo.

Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
Isiselo somdiliya
Hayi ke, yitya isonka...
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke, ndithi kuni, ngomhla womgwebo abantu baya kuziphendulela ngelizwi ngalinye eliphuthileyo abathe balithetha.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ukuba umntwana umqeqeshile ngendlela yokuziphatha,soze ahlukane nayo naxa selekhulile.Ivesi elandelayo!