Sanukusebenzela ukutya okuphelayo; sebenzelani ukutya okungapheliyo, okusisondlo sobona bomi bungenasiphelo. Oko kutya niya kukunikwa nguye uNyana woLuntu, kuba uYise, uThixo, wamgunyazisela oko.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukutya
Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Sinalo ke uthando kuba thina sathandwa nguThixo kuqala.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu oxunela ubulungisa nencebaufumana ubomi nobulungisa nodumo.Ivesi elandelayo!