- Kufuneka incwadi yomthetho ikukhokele kuyo yonke into oyithethayo. Uze uyifunde uyigocagoce ubusuku nemini, uzazi uzithobele izinto ezibhaliweyo kuyo. Xa wenjenjalo woba nenkqubela nempumelelo.
- Kaloku ndim okuyalelayo. Yomelela ke, ukhaliphe. Uze ungoyiki unkwantye; kaloku mna Ndikhoyo Thixo wakho ndiya kusoloko ndisecaleni kwakho naphi na apho unyathela khona.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Uloyiko
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Hlalani nithe qwa, nilumke! Kaloku ummangaleli wenu umtyholi ugquma njengengonyama. Uyajikeleza; uzingela umntu angamqwengayo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wena uyinqaba endizifihla kuyo;uyandikhusela xa ndisebunzimeni.
Undirhangqe ngosindiso lwakho;
ngoko ke ndimemelela ndinemincili.Ivesi elandelayo!
