- ‘Buyelani kum,’ nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo onamadla onke, ‘nam ke ndobuyela kuni,’ utsho uNdikhoyo onamandla onke.
- Sanukuhamba ekhondweni looyihlo-mkhulu, bona babexelelwa ngabashumayeli bamandulo besithi: Utsho uNdikhoyo onamandla onke ukuthi: ‘Guqukani kwiindlela zenu zobubi, nahlukane nemisebenzi yobugwenxa. Kambe ke abazange bandiphulaphule, bengazange bandithobele,’ utsho uNdikhoyo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Ukuphulaphula
Khumbulani le nto, zihlobo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndiyakuthanda, Ndikhoyo, mandla am.NguNdikhoyo iliwa lam; nguye inqaba yam; nguye umkhuseli wam.
Xa ndizimele ngoThixo wam ndihlala ndikhuselekile.
Nguye ikhaka lam, nguye ondigcina ndifihlakele.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho,kuba yona ingumthombo wobomi.Ivesi elandelayo!
