Ndizabalazile elugqatsweni olukhulu; ngoku ndifikile entanjeni; ke lona ukholo ndilugcinile. Ngoku ke sendilindelwe yimbasa, isithsaba esibonakalisa ubulungisa, eya kundithwesa sona ngaloo Mini inkulu iNkosi, uMgwebi ogweba engenaxanasi. Phofu ke asindim ndedwa olindelwe seso sithsaba, koko ngabo bonke abayithandayo iNkosi eza kufika.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ibuyiselo
Nayiphi na into eniyenzayo...
Umgwebo
Nakuwe ke mntundini ugwebayo...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Imfazwe yokomoya
Ngoko ke hlalani niqulile...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndiyanixelela ukuba ngokukwanjalo kuya kubakho uvuyo ezulwini nangomoni omnye oguqukayo kunamashumi alithoba anethoba lamalungisa angaswelanga nguquko.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lungaziphatha kanjani ulutsha ukuze ihambo yalo ibe nyulu?Ngokuthobela ilizwi lakho.Ivesi elandelayo!