Wathatha nendebe, wabulela, wabanika, wathi: “Selani kuyo nonke; kuba ligazi lam eli elisisiqinisekiso somnqophiso, eliphalazelwa abaninzi, ukuze baxolelwe izono.”

Izihloko ezinxulumeneyo
Isiselo somdiliya
Hayi ke, yitya isonka...
Igazi
Wasihlangula egunyeni lobumnyama, waza...
Umnqophiso
Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku wonke umntwana kaThixo uyaloyisa eli hlabathi. Ke kaloku ihlabathi siloyisa ngokukholosa ngoThixo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ilizwi lakho sisibane sendlela yam;liyandikhanyisela eluhambeni.Ivesi elandelayo!