
Umntu oyithobelayo ingqeqesho usekhondweni lobomi;
ke yena ongaphulaphuliyo ulahlekene nendlela.
ke yena ongaphulaphuliyo ulahlekene nendlela.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukuphulaphula
Khumbulani le nto, zihlobo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Egameni leNkosi yethu uYesu Krestu ndiyanibongoza, mawethu, ukuba nivane, nithethe nto-nye, kungabikho zimbambano phakathi kwenu. Manyanani nibe luqilima, nimxhelo mnye, ninazimvo zinye.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Yena ngumhlaziyi wâbo batyhafileyo,umomelezi wâbo bangenamandla.Ivesi elandelayo!