
Makubulelwe ke kuThixo osinika uloyiso ngayo iNkosi yethu uYesu Krestu!
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umbulelo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukoyisa
Ndinixelele ezi zinto ukuze...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Bantwana bam, uthando lwethu malungabi lolomlomo nje kuphela, koko malube lolungahanahanisiyo, lubonakaliswa ngezenzo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho wonke,ungaze ungqiyame ngezakho iimbono.
Mkhumbule uNdikhoyo kuyo yonke ihambo yakho,
waye ke yena eya kukukhokela kuzo zonke iindlela zakho.Ivesi elandelayo!