
Uhlala eyalusa indlela yamalungisa,
aze abakhusele kwihambo yabo âbo banyanisekileyo kuye.
aze abakhusele kwihambo yabo âbo banyanisekileyo kuye.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Uthembekile
Kungenxa yezibele zikaNdikhoyo singatshabalalanga...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo,yaye ke yena uya kuziphumelelisa izicwangciso zakho.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ukuba umntwana umqeqeshile ngendlela yokuziphatha,soze ahlukane nayo naxa selekhulile.Ivesi elandelayo!