
Kaloku uThixo ihlabathi ulithande kangangokuba ude wancama uNyana okuphela kwakhe, ukuze wonke umntu ozinikele kuye ngokupheleleyo angatshabalali, koko abe nobona bomi bungenasiphelo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Alukho uloyiko apho kukho uthando, kuba uthando oluyondeleleneyo luyakugxotha ukoyika. Kaloku emntwini owoyikayo uthando alukayondelelani, kuba ukoyika kuhambisana nesohlwayo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ububele bakho mandibuve kwakusasa;kaloku mna ndikholosa ngawe.
Ndifundise indlela endifaneleyo;
kaloku mna ndizibika kuwe.Ivesi elandelayo!