
Ngoko ke xhobani ngezikrweqe zikaThixo, ukuze nibe nako ukuxhathisa xa kunyembelekile, nize nifeze konke nimile ngxishi.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
UMtyholi
Hlalani nithe qwa, nilumke!...
Isilingo
Nasiphi na isilingo esikuhlelayo...
Ukhuseleko
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Imfazwe yokomoya
Ngoko ke hlalani niqulile...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
“Ikhona na indawo efihlakeleyo apho umntu angazimela khona ukuze ndingamboni?”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
“Asindim na lowo ukho ngokupheleleyo ezulwini nasemhlabeni?”
Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!