DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2026 Epreli 30

INdumiso 20:7 - XHO96
Baqhayisa ngeenqwelo zokulwa abanye, abanye ngamahashe;
thina siqhayisa ngoNdikhoyo uThixo wethu.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

“Ikhona na indawo efihlakeleyo apho umntu angazimela khona ukuze ndingamboni?”
Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
“Asindim na lowo ukho ngokupheleleyo ezulwini nasemhlabeni?”
Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Ungaze wahlukane nentembeko nokunyaniseka.
Maxa onke ezi zinto mazibe sisivatho entanyeni yakho.
Ewe, zikrole elucwecweni lwentliziyo yakho.
Ukuba uyayenza ke loo nto uya kuhlala wamkelekile,
ube negama elihle kuThixo nasebantwini.
Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela