Wathi ke uNdikhoyo uThixo: “Umntu ngoku unjengathi, uyakwazi ukucalula okuhle kokubi. Kuya kuthini ke xa athe wakha, watya kumthi wobomi, aze aphile angaze afe?” UNdikhoyo uThixo wamgxothela ngaphandle komyezo umntu, wamenza umlimi womhlaba avele kuwo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukulunga
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Indalo
Ekuqaleni uThixo wadala izulu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kuye uKumkani ongunaphakade, yena ongagugiyo, ongabonwayo, uThixo yedwa – kuye makubekho isidima nobungangamela kude kube ngunaphakade kanaphakade! Amen.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ilizwi lakho sisibane sendlela yam;liyandikhanyisela eluhambeni.Ivesi elandelayo!