Ewe, nanizimisele ukundenzakalisa, kodwa uThixo yena walijika elo yelenqe labubuhle, khon' ukuze kusinde abantu abaninzi abaphilayo ngoku ngenxa yeso senzo senu.

Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Xa ndandisebunzimeni ndabhenela kuNdikhoyo,waza yena wasabela wandihlangula.