- Aa! Bayethe, Mhlekazi!
Hayi uyolo lomntu omthobelayo uNdikhoyo,
oyilangazelelayo imiyalelo yakhe. - Unethamsanqa umntu onika ngesisa,
lowo ungayiqhubi ngobuqhetseba imicimbi yakhe. - Ilungisa alisoze ligungqe,
laye lingasoze lilibaleke.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Isisa
Umntu ophayo uba nenkqubela...
Inceba
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Ukunyaniseka
Bantwana bam, uthando lwethu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho;ndokugcina ndikomeleze,
ndithi kuwe: ‘Sukuphaphazela, ndiza kukunceda.’
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!
