Ndive ilizwi elikhulu, livela ngasesihlalweni sokulawula, lisithi: “Uyasibona esi sixeko? Kulapho uThixo ahlala khona nabantu. Uya kuhlala phakathi kwabo, babe yimilowo yakhe, yena abe nguThixo wabo. UThixo ngenkqu uya kuhlala nabo. Uya kubosula zonke iinyembezi. Akusayi kubuye kubekho kufa, nalusizi, nasikhalo, nazintlungu. Kaloku lidlule ilizwe lokuqala.”

Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Usizi
Uyaweva amalungisa akuzibika kuye...
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Ukugula
Xa umntu egula, makabize...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku izibele zothando lwakho ziyabugqwesa nobomi,ngoko ndiya kuhlala ndikudumisa.
Ndiya kukubonga lo gama ndisaphilayo;
ndiya kunyukela kuwe ngomthandazo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onentliziyo echwayitileyo uba nempilo;kanti ke wona umoya odakumbileyo uyimpehla emathanjeni.Ivesi elandelayo!