Amazwi axolelanisayo angumthi wobomi;
ke wona awenkohlakalo ayawaphula umoya.
ke wona awenkohlakalo ayawaphula umoya.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthetha
Ukuthetha komntu kulawula ukuphila...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ukuxoka
UNdikhoyo uyamcaphukela umntu oxokayo...
Ukuhleba
Umntu onobugwenxa udala ingxabano...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kwakulawula umthetho kaMosis nezibhalo zabashumayeli bamandulo kwada kwaba yimihla kaYohane umbhaptizi. Ukususela ngoko kushunyayelwa iindaba ezimnandi zolawulo lukaThixo oluthwasileyo. Ke bonke beza kulo begxalathelana.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi:“ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga,
ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’”Ivesi elandelayo!