Rhuma ngobuncwane bengeniso yakho, uzimase uNdikhoyo;
ewe, menzele umnikelo ngolibo lwemveliso yakho.
ewe, menzele umnikelo ngolibo lwemveliso yakho.

Izihloko ezinxulumeneyo
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Ukupha
Elowo ke makanikele kangangoko...
Ukuvuna
Ke uThixo obonelela umhlwayeli...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke yena othe wawasela amanzi endiya kumpha wona mna, soze anxanwe naphakade. Amanzi endiya kumnika wona, aya kuba ngumthombo ompompoza kuye, emnika obona bomi bungenasiphelo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mbonge uNdikhoyo, moya wam!Mandimbonge uNdikhoyo ngomxhelo wam wonke!Ivesi elandelayo!