- Indlu nganye inomakhi wayo, kodwa ke nguThixo umseki wazo zonke izinto.
- Niyabona ke, mawethu, lumkani kungabikho bani kuni ukhohlakeleyo, ungakholwayo, ongumkreqi kuThixo ophilayo.
- Kaloku nathi sinobudlelane noKrestu, xa sinamathele kwada kwasekupheleni kwisivumo sethu.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Indalo
Ekuqaleni uThixo wadala izulu...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Umsindo
Xa nicaphukile, umsindo mawunganiqweqwediseli...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngamandla akhe uThixo usenzele zonke izinto eziyimfuneko ebomini, ukuze siziphathe ngokwentando yakhe; nokuze sazane nalowo usibizileyo, khon' ukuze sibuxhamle ubuqaqawuli nesidima sakhe.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UNdikhoyo ukufuphi kwabo babhenela kuye,kwabo bamfuna benyanisekile.Ivesi elandelayo!
