- Ngoko ke masizishiye iimfundiso zabaqalayo, siqhubele phambili kwezo zamakholwa akhulileyo. Masingabi saphindela emva, sibeka iziseko zokukholwa kuThixo, nenguquko kwimisebenzi ephuthileyo esasiyenza, sifundisa ngobhaptizo, nokubekwa kwezandla, ngokuvuka kwabafileyo, nomgwebo ongunaphakade.
- Kaloku yena uThixo akalotshijolo: akazange awulibale umsebenzi eniwenzileyo ngenxa yakhe, nothando enilubonakalise ngokulungiselela abantu bakhe – msebenzi lowo nisawuqhubayo unangoku.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ubhaptizo
Lukholo ke olunenze nangoonyana...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Umgwebo
Nakuwe ke mntundini ugwebayo...
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ukuba niyandithanda noyigcina imiyalelo yam.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi:“ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga,
ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’”Ivesi elandelayo!
