Nguye owazenza idini ngenxa yethu, wasikhupha ekudeleni umthetho. Wasenza abantu bakhe abanyulu, abalangazelela ukwenza okulungileyo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Ukusulungekiswa
Xa ke kanti, mawethu...
Ukulunga
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
UMhlawuleli
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UYesu wayelityhutyha lonke elaseGalili, efundisa ezindlwini zesikhungo, evakalisa iindaba ezimnandi zolawulo lukaThixo, ephilisa abantu kwizifo zonke nemikhuhlane yonke.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wena ulikhaka nekhusi lam;ndiqamele ngelizwi lakho.Ivesi elandelayo!