DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

UAMOS 4

UAMOS 4:13 - XHO96
  • Ulodala iintaba, adal' umoya,
    ulozityhilayo iinjongo zakhe eluntwini,
    ulojik' umsobomvu kuvel' urhatyazo,
    ulonyathela imimango ephakamileyo yomhlaba,
    nguNdikhoyo uThixo onamandla onke igama lakhe.