- Utsho ke uNdikhoyo kwindlu kaSirayeli ukuthi:
“Quqelani kum, niphile.” - Quqelani kokulungileyo, ingekuko okubi,
khon' ukuze niphile,
naye uNdikhoyo, uThixo onamandla onke, abe phakathi kwenu,
njengoko nizingca ngaloo nto. - Makuqukuqele ukunyaniseka njengomlambo,
nobulungisa njengomsinga ongatshiyo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukufuna
Nondifuna nindifumane, xa nindifuna...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
Ibuyiselo
Nayiphi na into eniyenzayo...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Singumsebenzi wezandla zikaThixo ke thina. Kaloku simanywe noYesu Krestu nje, uThixo wasidalela ukuba sizinikele ekwenzeni imisebenzi emihle awasimisela yona kwangaphambili.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wanga angakunika umnqweno wentliziyo yakho,aziphumelelise zonk' iinquleqhu zakho.Ivesi elandelayo!
