- Ewe, ngaloo mini niya kusuka nithi:
“Masidomboze sibulele uNdikhoyo;
ewe, masiqambe sinqule igama lakhe.
Imisebenzi yakhe masiyibhengeze ezizweni;
masishumayele sibuxele ubukhulu bakhe.” - Masintyiloze sidumise uNdikhoyo,
kuba wenze imisebenzi emikhulukazi;
olu daba malufikelele ehlabathini jikelele.
Izihloko ezinxulumeneyo
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ukuthetha
Ukuthetha komntu kulawula ukuphila...
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
Dumisani
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ukucula
Kodwa ke mna ndiya...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ubabalo lweNkosi uYesu maluhlale kuni nonke.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho wonke,ungaze ungqiyame ngezakho iimbono.
Mkhumbule uNdikhoyo kuyo yonke ihambo yakho,
waye ke yena eya kukukhokela kuzo zonke iindlela zakho.Ivesi elandelayo!
