- Esathetha kwabakho ilifu elibengezelayo, labasibekela; kwavakala nelizwi livela efini apho, lisithi: “Lo nguNyana wam endimthandayo; yivani yena.”
- Wathi kubo: “Kungenxa yokulambatha kokholo lwenu. Ndithi kuni, inene, ukuba beninokholo olungangokhozo lwemostade, beninokuthi kule ntaba: ‘Suka apha, uye phaya,’ ize iye, kungabikho nto ininqabelayo.”
Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Imimangaliso
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nabani na ozigqatsayo kukhuphiswano uba phantsi kwengqeqesho engqongqo. Le nto uyayinyamezela khon' ukuze afumane isithsaba esibunayo. Kodwa thina siyenza siza kuzuza isithsaba esingagugiyo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mfo wam, yithobele imimiselo oyinikwa nguyihlo,ungazityesheli neziluleko zikanyoko.Ivesi elandelayo!
