Umsindo kaNdikhoyo uza kade,
kodwa ke yena ngumandla-makhulu.
Umntu owonileyo akaphuncuki kwisohlwayo sakhe.
Indlela yakhe sisivungu-vungu noqhwithela;
amafu luthuli lweenyawo zakhe.
kodwa ke yena ngumandla-makhulu.
Umntu owonileyo akaphuncuki kwisohlwayo sakhe.
Indlela yakhe sisivungu-vungu noqhwithela;
amafu luthuli lweenyawo zakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umonde
Umntu onomonde uba nengqiqo...
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Isohlwayo
Mfo wam, musa ukuyidela...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Khangela, mna ndinguNdikhoyo, uThixo woluntu luphela. Akukho nanye into enokundinqabela.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Waphendula ke esithi:“Ngaba umfazi angalulibala na usana lwakhe,
ade angavakalelwa ngowakhe umntwana?
Noba ke yena angade amlibale,
okokwam ke mna soze ndikufulathele,
kuba igama lakho ndilivambile,
ndilithe tyaba esandleni sam;
iindonga zakho zihlala zisemehlweni am.”Ivesi elandelayo!