- Umsindo kaNdikhoyo uza kade,
kodwa ke yena ngumandla-makhulu.
Umntu owonileyo akaphuncuki kwisohlwayo sakhe.
Indlela yakhe sisivungu-vungu noqhwithela;
amafu luthuli lweenyawo zakhe. - Ewe, uNdikhoyo ulungile:
ungumqolomba ngamaxesha eenkathazo;
ubakhathalele abo bathembele kuye.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umonde
Umntu onomonde uba nengqiqo...
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Isohlwayo
Mfo wam, musa ukuyidela...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ukulunga
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Ukhuseleko
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Xa nisenza ngokwemimiselo yam, niyithobela imiyalelo yam, ndiya kunipha imvula ngexesha, uze umhlaba wenu uvelise isivuno, nemithi ithwale iziqhamo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba sewucand' emanzini,mna ndiya kuba nawe;
noba sowuwela imilambo,
ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;
nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;
amadangatye akanakukutshisa wena.Ivesi elandelayo!