- Ewe, uNdikhoyo ulungile:
ungumqolomba ngamaxesha eenkathazo;
ubakhathalele abo bathembele kuye. - Umsindo kaNdikhoyo uza kade,
kodwa ke yena ngumandla-makhulu.
Umntu owonileyo akaphuncuki kwisohlwayo sakhe.
Indlela yakhe sisivungu-vungu noqhwithela;
amafu luthuli lweenyawo zakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ukulunga
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Ukhuseleko
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Umonde
Umntu onomonde uba nengqiqo...
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngamandla akhe uThixo usenzele zonke izinto eziyimfuneko ebomini, ukuze siziphathe ngokwentando yakhe; nokuze sazane nalowo usibizileyo, khon' ukuze sibuxhamle ubuqaqawuli nesidima sakhe.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu ophayo uba nenkqubela;ukuba ùyabanceda abanye abantu nawe uya kuncedwa.Ivesi elandelayo!
