DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2023 Juni 5

INdumiso 121:1-2 - XHO96
Amehlo am ndiwajongis' enkalweni;
yaz'ba lovela ngaphi na uncedo lwam?
Umncedi wam nguNdikhoyo,
yena ungumenzi wamazulu nehlabathi.