
UYesu wayelityhutyha lonke elaseGalili, efundisa ezindlwini zesikhungo, evakalisa iindaba ezimnandi zolawulo lukaThixo, ephilisa abantu kwizifo zonke nemikhuhlane yonke.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukuphilisa
Wathi kuye uYesu: “Oo...
Ukugula
Xa umntu egula, makabize...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukufunda
Ndokwazisa indlela omawuhambe ngayo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke uNdikhoyo uya kuba ngukumkani wehlabathi jikelele. Ewe, ngaloo mini iya kuba nguNdikhoyo yedwa, igama lakhe libe kuphela kwagama elitshatsheleyo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!