
Ngenene uThixo uyasithamsanqela;
ngamana lamthobela ihlabathi jikelele.
ngamana lamthobela ihlabathi jikelele.
Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Lufuneni kuNdikhoyo uncedo;mfuneni aph' akhoyo ngawo onke amaxesha.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu ophayo uba nenkqubela;ukuba ùyabanceda abanye abantu nawe uya kuncedwa.Ivesi elandelayo!