DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2024 Disemba 9,

INdumiso 42:11 - XHO96
Hee! Ngani ukuba ndidakumbe kangaka?
Ngani ukuba ndikhathazeke kangaka?
Hayi bo! Mandikholose ngoThixo,
khon' ukuze ndibuyele ekumdumiseni uMsindisi noThixo wam.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Kambe ke, unguTata, wena Ndikhoyo.
Ke thina siludongwe;
wena ke ungumbumbi,
thina singumsebenzi wezandla zakho.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Wathi kubo uYesu: “Ndim isonka sobomi. Ozayo kum akasoze alambe, nokholwayo kum akasoze anxanwe.”Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela