
Kaloku kufuneka nibe nomonde, ukuze niphumelele ukwenza ukuthanda kukaThixo, nisizuze nesithembiso sakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umonde
Umntu onomonde uba nengqiqo...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Ukwamkela
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Izithembiso
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Yena wondibamba lungatyibiliki unyawo lwam;kaloku akozeli, walusa mna.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lowo uhleli ekhuselwe nguPhezukonke,uhlala esemthunzini kaSomandla.
Yena uya kuthi: “Ndikhoyo, ungumkhuseli wam;
uyinqaba yam, wena Thixo, ndiya kuthembela kuwe.”Ivesi elandelayo!