- Yonke into inexesha layo;
umbandela ngamnye unethuba lawo apha emhlabeni. - Into yonke uyimisele ixesha layo. Umntu yena umnike ulangazelelo lokuqonda nangamaxesha angamiselwanga. Kodwa ke umntu akafikeleli ekuyazini into eyenziwa nguThixo ukususela ekuqaleni kuye esiphelweni.
- Ndifumanise ukuba akukho nto iyenye angayenzayo umntu ngaphandle kokuba ahlale onwabile, enze okulungileyo lo gama esaphila, kwanokuba wonke umntu atye asele aneliseke yimigudu yakhe. Kaloku sisipho esivela kuThixo eso.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukucwangcisa
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Indalo
Ekuqaleni uThixo wadala izulu...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Hayi ke bethu ubukhulu bobuhandiba bukaThixo, nobunzulu bobulumko nokwazi kwakhe! Asikuko nokuba aziphengululeki izigqibo zakhe, azilandeki iindlela zakhe!Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek' umoya;ewe, uya kukwalusa ungachukunyiswa nto.
Ngenene, uNdikhoyo uya kukwalusa,
xa uhambayo naxa ubuyayo,
kuqalela ngoku kude kube nini-nini.Ivesi elandelayo!
