Ndifumanise ukuba akukho nto iyenye angayenzayo umntu ngaphandle kokuba ahlale onwabile, enze okulungileyo lo gama esaphila, kwanokuba wonke umntu atye asele aneliseke yimigudu yakhe. Kaloku sisipho esivela kuThixo eso.

Izihloko ezinxulumeneyo
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukutya
Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo...
Ukwamkela
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Umsebenzi
Nayiphi na into eniyenzayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngamathuba obumnandi yonwaba;ngemihla yobubi qonda kakuhle ukuba kwale njengaleya yenziwe nguThixo.
Ngoko ke akukho mntu uyaziyo into eza kwenzeka kamva.