- UNdikhoyo ngumvuli wamehlo eemfama,
umphakamisi wâbo bawileyo.
UNdikhoyo ngumathand' amalungisa. - UNdikhoyo ngumkhuseli wabahambi nabangeneleli,
umxhasi wabahlolokazi neenkedama.
Ke bona abakhohlakeleyo uyabatshabalalisa.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukugula
Xa umntu egula, makabize...
Ukuphilisa
Wathi kuye uYesu: “Oo...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Usizi
Uyaweva amalungisa akuzibika kuye...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Iinkedama
Ningaze nimphathe kakubi umhlolokazi...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku ilizwi likaNdikhoyo linyanisekile,nemisebenzi yakhe yonke inyanisekile.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Waphendula ke esithi:“Ngaba umfazi angalulibala na usana lwakhe,
ade angavakalelwa ngowakhe umntwana?
Noba ke yena angade amlibale,
okokwam ke mna soze ndikufulathele,
kuba igama lakho ndilivambile,
ndilithe tyaba esandleni sam;
iindonga zakho zihlala zisemehlweni am.”Ivesi elandelayo!
