- Kambe ke, wena Ndikhoyo, ulikhaka lam.
Usisidima sam; undenza ndibe neqhayiya. - Ukuhlangulwa kuvela kuwe, Ndikhoyo;
khawubathamsanqele ke abantu bakho!
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Ukoyisa
Ndinixelele ezi zinto ukuze...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Quqelani kokulungileyo, ingekuko okubi,khon' ukuze niphile,
naye uNdikhoyo, uThixo onamandla onke, abe phakathi kwenu,
njengoko nizingca ngaloo nto.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Yena ngumhlaziyi wâbo batyhafileyo,umomelezi wâbo bangenamandla.Ivesi elandelayo!
