UThixo onika uxolo, owayivusa ekufeni iNkosi yethu uYesu Krestu, waba nguyena malusi womhlambi, ngokuphalala kwegazi lomnqophiso ongasoze utshitshe, wanga anganomeleza ekwenzeni okulungileyo, khon' ukuze niyifeze intando yakhe. Wanga angasenza loo nto athanda ukuba sibe yiyo ngoYesu Krestu. Makadunyiswe uYesu Krestu ngonaphakade kanaphakade! Amen.

Izihloko ezinxulumeneyo
Uxolo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Umnqophiso
Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ukulandela
Ewe, hambani ngokwemimiselo yonke...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngoko ke sisondela singenaxhala kuThixo, sisazi ukuba uyasiphulaphula xa sicela silungele ukwenza loo nto athanda ukuba siyenze.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndokwazisa indlela omawuhambe ngayo,utsho uNdikhoyo,
ndikufundise, ndikujonge.Ivesi elandelayo!