Zinikeleni ngokupheleleyo ekuthandazeni. Thandazani maxa onke niqhutywa nguMoya. Ngesi sizathu ke hlalani nithe qwa, ningancami, nisoloko nibathandazela abantu bakaThixo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku apho bukhoyo ubutyebi benu, yoba lapho nentliziyo yenu.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa uNdikhoyo,akulondoloze.
Wanga angayindlezane kuwe uNdikhoyo,
usixhamle isisa sakhe.
Wanga angakwazelelela uNdikhoyo,
akwambathise uxolo.Ivesi elandelayo!