- Inye kuphela ke into endiyifunayo: kukwazana noKrestu, ndize nam ndiweve ukusebenza kwawo amandla okuvuka kwakhe, ndibe nenxaxheba kwiimbandezelo zakhe, ndimanywe naye ekufeni kwakhe.
- Ndixhinele entanjeni, ukuze ndilizuze ibhaso laphezulu asifunza kulo uThixo ngoYesu Krestu.
- Kanti ke thina ikomkhulu lethu lisezulwini, apho silindele ngolangazelelo ukuba uya kuvela khona uMsindisi wethu, iNkosi uYesu Krestu.
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukubandezeleka
Ngaphezu koko, siqhayisa nangeembandezelo...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Ibuyiselo
Nayiphi na into eniyenzayo...
Ubizo
Asinini enanyula mna, ndim...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Umnqweno ongafezekiyo uyamngcungcuthekisa umntu;kanti ke wakufezeka umnqweno ufana nomthi onika ubomi.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kungenxa yezibele zikaNdikhoyo singatshabalalanga nje,kuba inceba yakhe ayinasiphelo.
Zihlala zintsha imihla ngemihla;
kukhulu ukuthembeka kwakhe.Ivesi elandelayo!
