Masithini na ke ngezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi ngubani onokusichasa?

Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
INkosi uYesu Krestu mayibe sisikrweqe senu, ningasilungiseleli isimo senu esonakeleyo ukuze nanelise iinkanuko zaso.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu oxunela ubulungisa nencebaufumana ubomi nobulungisa nodumo.Ivesi elandelayo!